Home / Treatment Literacy Series / 9 Abantwana Abakwi-ARVs


isiXHOSA

Abantwana Abakwi-ARVs

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu Esezabakhona!

ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

Kukho usuleleko olungama-63 000 olutsha lwe-HIV kubantwana ngonyaka ngamnye. Ngonyaka kukho malunga nabantwana abaphantse banga-244 000 abaphila ne-HIV, uninzi lwabo luza kufa ukuba abanako ukufumana unyango lwe-ARV. Le nkqubo ijongana nomthetho wokuqala nowesibini wokutya amayeza we-ARV yabantwana, ukuba yohluka njani kuleyo yabantu abadala yaye nendlela yokujonga abantwana abasebenzisa i-ARV.

Izahluko

Intshayelelo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

1. Abantwana abaphila ne-HIV/AIDS namhlanje - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
2. Ukuqalisa abantwana kwi-ARVs - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
3. Ukulungiselela onompilo ekuqaliseni onompilo ekuqaliseni umntwana kwii-ARVs - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
4. Umxube wonyango - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
5. Umgca wokuqala - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
6. Umgca wesibini - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
7. Ii-Generics - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA