Home / Treatment Literacy Series / 8 Ukuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)


isiXHOSA

Ukuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

Ukucetyiswa ngokuzithandela nokuvavanywa linyathelo lokuqala lethu sonke ekufumaneni ngesimo sethu. Ukucetyiswa ngokuzithandela nokuvavanya asikuko nje ukuvavanywa igazi kodwa, ngumthombo wolwazi wokuba ungaphila njani kakuhle, nokuba sine-HIV okanye asinayo. Le nkqubo igxininisa ukubaluleka kokuzazi isimo sakho se-HIV yaye icebisa ukuba ukuvavanya qho kungaba yenye indlela yokulwa indyikitya kunye nokunciphisa ukubekwa amabala.

Izahluko

Intshayelelo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

1. Ukwazi amalungelo akho
2. Ngubani omakaye kucetyiswa azithandele ukuvavanya?
3. Ingcebiso phambi kovavanyo
4. Uvavanyo lwe HIV olukhawulezileyo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
5. Ingcebiso emva kovavanyo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA