Home / Treatment Literacy Series / 7 Isondo Nomntu One HIV


isiXHOSA

Isondo Nomntu One HIV

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Ukuvavanywa ufunyaniswe ukuba une-HIV kusoloko kusothusa ngoko ke kuyindalo ukucinga ukuba asisoze sifune ukuba nendibano yesondo kwakhona. Inyani yeyokuba abantu baza kusoloko benemfuno yokuthandana. Le nkqubo ijongana nobudlelwane bezesondo ngexesha uphila ne-HIV. Esisiqendu sinikezela ngenkcukacha ezicacileyo ngeekhondom zamadoda nabafazi ekubeni sikwasinceda ukuqonda ngokubaluleka kokuzikhusela.

Izahluko

Intshayelelo

1. Ikhondoms
2. Isondo nokwazi isimo sakho se HIV
3. Ukusebenzisa ikhondom yamadoda
4. Ukusebenzisa ikhondom yabafazi
5. Izifumisi: Onokuzisebenzisa nonganakuzisa nongenakuzisebenzisa
6. Izinto ezibhidayo abantu abazithethayo ngee khondoms
7. Kusemnandi nangaphandle!
8. Ukuphila phandle nesimo sakho seHIV
9. Izifo ezosulelwa ngokwebelana ngesondo (STIs)