Home / Treatment Literacy Series / 6 Iziphumo ezigwenxa Ze-ARV
| isiXHOSA |
Iziphumo ezigwenxa ze-ARV
|
||
![]() |
Ii-ARVs zinganemiphumela njengamanye amayeza amaninzi. Ukuba uya kubasebenzi bezempilo xa usiva le miphumela eyenzeka emva kokusebenzisa iyeza, ingahoywa ngokukhawuleza. Ngelishwa abanye abaphika ukuba bane-HIV bathi ii-ARVs zinetyhefu kakhulu ukuba zingasetyenziswa. Esi siqendu esichaza ukubaluleka kwee-ARVs yaye sinika ukuqonda okucacileyo komba wemiphumela emva kokusebenzisa ii-ARVs, kunye nendlela ii-ARVs ezingasetyenziswa ngayo ngokukhuselekileyo ukunyanga abantu abane-HIV nokuhlangula iimpilo zabo. |
||
Izahluko |
|||
|
Intshayelelo |
|||


