Home / Treatment Literacy Series / 5 Isifo sephepha ne-HIV


isiXHOSA

Isifo sephepha ne-HIV

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

Isifo sephepha (TB) singunobangela okhokhelela ekufeni kubantu abaphila ne-HIV eMzantsi Afrika. Iindaba ezimnandi zezokuba isifo sephepha sinyangeka ngokupheleleyo ukuba usebenzisa kakuhle amayenza akho usaqala. Ukuba kanti awuwasebenzisi amayeza akho, uzibeka emngciphekweni wokubulawa sisifo sephepha. Le nkqubo ijongana neziphumo zesifo sephepha kubantu abane-HIV yaye icacisa ukuba isifo sephepha singavela ngaphandle kwamaphaphu. Ikwajongana nendlela yokunyanga isifo sephepha kunye nemiphumela evela emva kokusebenzisa amayeza, kwakunye nesifo sephepha Isifo sephepha esingeva mayeza.

Izahluko

Intshayelelo

1. Ngubani onokufumana i-TB?
2. Ubudlelwane phakathi kwe HIV ne-TB
3. Siyibona njani i-TB?
4. Indlela edluliselwa ngayo i-TB
5. Kwenzeka ntoni xa i-TB ingene emiphungeni yakho
6. Ukuxilonga i-TB
7. Ukunyanga i-TB
8. Ukukhusela i-TB
9. Iziphumo ezigwenxa zonyango lwe-TB
10. I DOTS
11. I Multi Drug-Resistant TB (MDR-TB)
12. I Extensive Drug-Resistant TB (XDR-TB) - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA