Home / Treatment Literacy Series / 4 Ii-ARVs zabantu abadala


isiXHOSA

Ii-ARVs zabantu abadala

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

Ii-Antiretrovirals okanye i-ARVs ngamayeza anamandla kakhulu okusindisa ubomi, athomalalisa  intsholongwane ye-HIV kwabo abane-HIV. Omnye wemiceli mngeni emikhulu eMzantsi Afrika kukukhutshwa kwe-ARVs, ngoko ke sonke kufuneka sicacelwe yindima yee-ARVs kumlo omalungana ne-HIV/AIDS. Kule nkqubo, sichaza iintlobo ezahlukeneyo zee-ARVs, ziyinqanda njani i-HIV ekubeni iziphinda-phinde, imiphumela emibi emva kokusebenzisa amayeza kunye nempatho iyonke.

Izahluko

Intshayelelo

1. Indlela i-HIV esosulela ngayo ize inabe emizimbeni yethu
2. Iindlela ii-ARVs ezisebenza ngayo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
3. Lintlobontlobo zee-ARV - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
4. Umxube Wonyango - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
5. Ixesha lokuqalisa unyango lwee-ARV
6. Li-generics
7. I-Post-Exposure Prophylaxis (PEP) - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA