Home / Treatment Literacy Series / 3 Izikhuseli Mzimba


isiXHOSA

Izikhuseli Mzimba

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Amajoni omzimba enziwe ziiseli ezikhusela imizimba yethu ekusulelekeni. Intsholongwane ye-HIV ihlasela amajoni ethu omzimba yaye icuthe iiseli ze-CD4 eyenza ibebuthathaka ibeselungciphekweni kwizifo ezosulelayo. Kwesi siqendu sazisa ngamajoni omzimba omntu nokubaluleka kweeseli ze-CD4. Sikwachaza inkqubo ye-HIV nendlela ehlasela ngayo amajoni emizimba yethu kunye neenkqubo zenqanaba lesi-4 le-AIDS, sisenze sibebuthathaka kwizifo ezininzi.

Izahluko

Intshayelelo
1. Yintoni isikhuseli mzimba?
2. Yintoni ubalo lwamajoni omzimba?
3. Ii-ARV nezikhuseli Mzimba
4. Isikhuseli mzimba esisempilweni
5. Isikhuseli mzimba esosulelwe yi-HIV
6. Ukugcina isikhuseli mzimba sisempilweni