Home / Treatment Literacy Series / 20 Ukukhathalelwa ekhaya
ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWAKwiminyaka embalwa edlulileyo eMzantsi Afrika, ukukhathalelwa ekhaya kunye nonyango lokuthomalalisa iintlungu bekuthetha kuphela ukujonga abantu ababegula kakhulu bengathi baza kusweleka. Kodwa ngoku zezabantu abasebenzisa unyango lwe-ARV yaye abanethuba elihle lokuphila. Kule nkqubo sicacisa ukukhathalelwa kwasekhaya nonyango lokuthomalalisa iintlungu okudityanisiweyo yaye sibonisa ukuba zibaluleke kangakanani ekuncedeni abantu ukuba baphile kwizifo ezihlasela ngamaxesha athile. Sikwaphawula ukubaluleka komgangatho wenkathalo efunyanwa ngabantu ukubanceda ukuba bachache.
Intshayelelo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
1. Kukuthini ukukhathalelwa ekhaya - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA2. Kukuthini ukukhathelelwa ekhaya nonyango lokuthomalalisa iintlungu - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA3. Yintoni umahluko phakathi kokukhathalelwa ekhaya, esibhedlele nakwindlu yokukhathalela abantu abagulayo? - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA4. Ukukhathalelwa ekhaya ne HIV - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA5. Ukukhathalelwa ekhaya kunye nezinye inkonzo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA6. Indima kanompilo ekufumaneni mali yesibonelelo - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
Subscribe to our e-Newsletter and get the latest Siyayinqoba Beat It! news.