Home / Treatment Literacy Series / 2 Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye B


isiXHOSA

Intshayelelo kwi-HIV - Inxalenye B

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Kule nkqubo, siza kufunda ukuba imizimba yabantu isebenza njani yaye silandele amanqanaba okugula yi-HIV, ukususela ekusulelekeni nokuqalisa kwe-AIDS.

Izahluko

Ukwazisa
1. Izinto imizimba yethu eyenziwe ngazo?
2. Amalungu nezixokelelwa zomzimba
3. Amanqanaba olwasuleleko le-HIV
4. Iimeko zokuhlala ezisingqongileyo ne-HIV