Home / Treatment Literacy Series / 19 I-PMTCT


isiXHOSA

I-PMTCT

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA

Qho ngonyaka eMzantsi Afrika, amawaka abantwana bazalwa bene-HIV. Amawaka amaninzi osulelwa emva kokuba ezelwe lubisi lwebele likamama wabo. Oku kunganqandwa nge PMTCT. Le nkqubo icacisa ukuba i-PMTCT isebenza njani. Sichaza iindlela ezahlukeneyo umama one-HIV angamosulela ngayo umntwana wakhe kunye neendlela ezithile zokuthintela. Oku kudibanisa iinkcukacha ezicacile zokuba uqalisa ukusebenzisa i-AZT ne-Nevirapine, kwakunye nengcaciso zengxoxo eziphakathi kokuncancisa iBele neBhotile.

Izahluko

Intshayelelo
1.   Umele ntoni u-PMTCT

2.   Amanqanaba e-MTCT ngaphandle konyango - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA
3.   Amanqanaba e-MTCT kukho unyango
4.   Abantwana bayifumana njani i-HIV
5.   Ixesha lokuqalisa unyango lwe-PMTCT
6.   Ibele okanye ibhotile
7.   Ixesha lokuvavanya umntwana wakho i-HIV - ESI SIQENDU SIYAHLAZIYWA