Home / Treatment Literacy Series / 17 Iipilisi ezinika Isondlo


isiXHOSA

Iipilisi ezinika Isondlo

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Isondlo esifanelekileyo sabantu abaphila ne-HIV sibalulekile. Isifundo sesondlo njengonyango kubantu abaphila ne-HIV kanti sinokuphikiswa kakhulu yaye asiyonto enokuthatha indawo yee-ARVs. Kule nkqubo, sichaza ukubaluleka kwesondlo esifanelekileyo nezongezelelo zesondlo. Sigxininisa ukuba ii-ARV zizo zodwa ezilunyango olusebenzayo kubantu abaphila ne-HIV nokuba nangona isondlo sibalulekile asisoze sithathe indawo yee-ARVs. Sicacisa ukuba zeziphi iintlobo zezondlo umntu ophila ne-HIV ekufuneka azitye khon'ukuze agcine indlela yesondlo efezekileyo.

Izahluko

Intshayelelo

1. Indlela I HIV echaphazela ngayo
2. Amaqela okutya
3. Ii-Vitamins nepilisi ezinika isondlo
4. Indlela yokulungisa ukutya
5. Ukusela amanzi acocekileyo ngokwaneleyo