Home / Treatment Literacy Series / 16 Imithetho yokuphila ngcono


isiXHOSA

Imithetho yokuphila ngcono

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Kubalulekile ukuqonda nokuzixhobisa ngolwazi lokuba ungaphila njani ubomi obusempilweni ngexesha uphila ne-HIV. Ukuqonda imithetho embalwa engenza umehluko ezimpilwen zethu - nokuba ingokuba singabuza imibuzo emininzi emalunga ngonyango lwethu okanye ukwazi ukuba kokuphi ukutya ekufuneka sikutye. Kule nkqubo sijonga indlela esingaphila ngayo kakuhle ne-HIV. Sidibanisa izinto ezingundoqo ezinjengokutya okufalelekileyo, imithambo, ukuthetha phandle ngesimo sakho, indibano yesondo ekhuselekileyo neeentlobo ezahlukeneyo zonyango. Yonke le mithetho iza kukwazi ukusinceda siphile ubomi obulungileyo.

Izahluko

Intshayelelo
1. Imithetho yokuphila ngcono
2. Ukuphila ixesha elide ne-HIV
3. Ukusebenzisa ikhondom
4. Lawula udakumbo lwakho
5. Unyango olungaqinisekiswanga
6. Ukuyeka ukusebenzisa iziyobisi
7. Eminye Imiba yokuphila ngcono