Home / Treatment Literacy Series / 15 Amangenelela zifo e-Nervous System
| isiXHOSA |
Amangenelela zifo e-Nervous System
|
||
![]() ![]() |
Siyazi ukuba i-HIV ihlasela amajoni omzimba, isenza buthathaka umzimba ukuba ungenwe lula zizifo. Amangenelela zifo e-nervous system aqheleka kakhulu kubantu abaphila ne-HIV yaye zingachaphazela indlela esicinga ngayo, esiziva kunye nesihamba ngayo. Kule nkqubo sichaza iintlobo ezahlukeneyo zamangenelela zifo e nervous system ezinjengokudumba kwenwebu yengqondo (meningitis), ukufa icala okanye i-stroke kunye ne-dementia nendlela ezichaphazela ngayo ubomi bethu. Sikwachaza iindlela ezahlukeneyo esinganyanga ngazo ezi zifo njengokusetyenziswa kwe-ARV, khon'ukuze siphile ubomi obusempilweni. | ||
Izahluko |
|||
|
Intshayelelo
|
|||



