Home / Treatment Literacy Series / 14 Amangenelela zifo esixokelelwano sokuphefumla


isiXHOSA

Amangenelela zifo esixokelelwano sokuphefumla

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu Abantu abaphila ne-HIV basemngciphekweni wokwasulelwa ngamangenelela zifo elungu lokuphefumla.Ezinye zezi zifo zingayingozi ebomini ngako ke unyango kufuneka balufumane ngokukhawuleza. Kwesi siqendu, sifunda ngamangenelela zifo ahlukeneyo elungu lokuphefumla ezinjenge-TB kunye ne-Pneumonia. Sikwacacisa ukubaluleka kokunyanga ezi zifo kwangoko nendlela esinganakekela ngayo amalungu okuphefumla kunye nempilo yethu jikelele.

Izahluko

Intshayelelo

1. Ukwakhiwa kwamalungu okuphefumla
2. Impawu eziqhelekileyo zamangenelela zifo erespiratory system
3. I-Sinusitis
4. I-Bronchitis
5. I-Pneumonia
6. I-PCP pneumonia