Home / Treatment Literacy Series / 13 Amangenelela Zifo Esikhumba


isiXHOSA

Amangenelela Zifo Esikhumba

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Zininzi iintlobo ezahlukeneyo zamangenelela zifo umntu anokuzifumana xa ephila ne-HIV. Amangenelela zifo esikhumba aqhelekile kubantu abaphila ne-HIV yaye zingavela ngeendlela ezahlukeneyo. Le nkqubo iquka iintlobo ezahlukeneyo zamangenelela zifo esikhumba anokuthi umntu ophila ne-HIV azifumane. Icacisa iimpawu kwakunye neentlobo ezithile zonyango olufumanekayo olunokusinceda siphile ubomi obusempilweni.

Izahluko

Intshayelelo

1. Ungasigcina njani isikhumba sakho sisempilweni?
2. Yintoni irhashalala yesikhumba?
3. Inyebethu (herpes)
4. Amabhanti (Shingles)
5. Ezinye iingaki zesikhumba
6. I Kaposi's Sarcoma