Home / Treatment Literacy Series / 12 Amangenelela Zifo Omlomo
| isiXHOSA |
Amangenelela Zifo Omlomo
|
||
![]() ![]() |
I-HIV yenza buthathaka amajoni ethu omzimba yaye oko ke kusenza sibe selungciphekweni kwezinye izigulo, esizibiza ngamangenelela zifo. Uninzi lwezi zifo zivela emlonyeni yaye zingaba neziphumo ezimbi. Kule nkqubo sicacisa iintlobo zamangenelela zifo zomlomo ezijonga amathuba athile ezingachaphazela umntu ophila ne-HIV. Sikwajonga iindlela zokunqanda kunye nokunyanga ezi zifo khon'ukuze siphile ubomi obulungileyo. | ||
Izahluko |
|||
|
1. Uwugcina njani umlomo wakho esempilweni? |
|||



