Home / Treatment Literacy Series / 11 Ukubambelela kwii-ARVs


isiXHOSA

Ukubambelela kwii-ARVs

Intshayelelo kwi-HIV – Inxalenye AIntshayelelo kwi-HIV – Inxalenye BIzikhuseli MzimbaIi-ARVs zabantu abadalaIsifo sephepha ne-hivIziphumo ezigwenxa Ze-ARVIsondo Nomntu One HIVUkuzithandela ukuvavanyela i-HIV (VCT)Abantwana Abakwi-ARVsAbantwana Ngaphandle kwe-ARVsUkubambelela kwi-ARVsAmangenelela Zifo OmiomoAmangenelela Zifo EsikhumbaAmangenelela Zifo esixokelelwano sokuphefumiaAmangenelela Zifo e-Nervous SystemImithetho yokuphila ngconoIipilisi ezinika IsondioAbasetyhini ne-HIVI-PMTCTUkukhathalelwa ekhayaAmalungelo Abantu

Ukuze unyango lwe-HIV lusebenze, ukubambelela kakuhle kubalulekile. Ukubambelela kakuhle kuthetha ukusebenzisa wonke amayenza akho e-antiretroviral yonke imihla, ngexesha elichanekileyo, ubomi bakho bonke. Kule nkqubo sifunda ukuba kutheni ukubambelela kakuhle kubaluleke kangaka, zeziphi izithintelo ezisenokubakho ezinokunqanda ukuba ubambelele kakuhle kwakunye neendlela eziluncedo ukuqinisekisa ukuthobela ngokuchanekileyo amayeza akho e-antiretroviral.

Izahluko

Intshayelelo

1. Kuyintoni ukubambelela?
2. Kutheni kubalulekile ukubambelela?
3. Izizathu zokungabambeleli kakuhle
4. Iindlela zokubambelela kakuhle
5. Ukuzilungiselela komphakathi