Home / Treatment Literacy Series / 10 Abantwana Ngaphandle kwee-ARVs
| isiXHOSA |
Abantwana Ngaphandle kwee-ARVs
|
||
![]() ![]() |
Abantwana basemngciphekweni omkhulu kusuleleko lwe-HIV yaye ii-ARVs zingongeza kwiimpilo zabo baphila ne-HIV. Abantwana abaninzi abaphila ne-HIV abanalungelo kwii-ARVs okanye abakazidingi. Le nkqubo icacisa izinto ezininzi ezinokwenziwa ukukhathalela abantwana abaphila ne-HIV kwaye bengazisebenzisi ii-ARVs. Iquka izinto ezininzi - ukusuka kumalungelo angundoqo njengokugonywa, ukuya ekwazini kanye ukuba umntwana makaqalise nini ukusebenzisa ii-ARVs. |
||
Izahluko |
|||
|
1. Uzakuphila ixesha elingakanani umntwana one-HIV ngaphandle kwe-ARV's?
|
|||



